News

Radio Opportunity

Image cred: Nkqubela FM, 97.0


Date: 2023-12-14


RADIO OPPORTUNITY!!!

 

Ingaba ungumfundi oku grade 9-11, kwaye unephupha lokuba kwi radio? Ukuba kunjalo, iNkqubela FM ikunika ithuba lokuba ube yinxalenye yenkqubo yayo yolutsha uLive Wire.

 

Okufuneka ukwenze kukuthumela umyalezo ngo Whatsapp ku 063 696 3474 usixelele ukuba kutheni kufuneka kukhethwe wena.

 

Applications ziyavalwa nge-3rd ka January 2024



Publisher: Songeziwe Zizipho Nqoshela

FOR MEDIA ENQUIRIES:

Email: info@nkqubelafm.co.za

Don’t miss out on the latest local news, interviews and competitions.